Umatewu 16:17 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uYesu wathi kuye: “Unethamsanqa wena, Simon nyana kaJona, kuba le nto akuyityhilelwanga ngumntu, uyityhilelwe nguBawo osezulwini.

Umatewu 16

Umatewu 16:16-24