Umatewu 15:31 Ibhayibhile (XHO96)

Zamangaliswa ke izihlwele ezo, zakubona izimumu zithetha, izilima ziphilile, iziqhwala zihamba, neemfama zibona; zaza zamdumisa uThixo kaSirayeli.

Umatewu 15

Umatewu 15:29-35