Umatewu 15:30 Ibhayibhile (XHO96)

Kweza kuye ke izihlwele zabantu, zizisa iziqhwala, neemfama, nezilima, nezimumu, nabanye abaninzi ababeyimilwelwe, zababeka phambi koYesu, waza yena wabaphilisa.

Umatewu 15

Umatewu 15:29-38