Umatewu 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa uYesu akamphendulanga tu. Basondela abafundi bakhe, bambongoza besithi: “Mvumele, kuba nanku ekhwaza emva kwethu.”

Umatewu 15

Umatewu 15:18-24