Umatewu 15:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi thu umKananekazi, evela kuloo mimandla, ekhala esithi: “Nkosi, Nyana kaDavide, yiba nenceba kum. Intombi yam iphethwe kakubi yindimoni.”

Umatewu 15

Umatewu 15:12-32