Umatewu 14:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uHerode wambamba uYohane, wamkhonkxa, wamfaka entolongweni. Oku wakwenza ngenxa yokuba yena Herode wayehlalisana noHerodiya umka-Filipu, umninawe wakhe.

Umatewu 14

Umatewu 14:1-6