Umatewu 11:27 Ibhayibhile (XHO96)

“Zonke izinto ziphathiswe mna nguBawo; kananjalo akukho bani umaziyo uNyana, ngaphandle koYise, kungekho bani umaziyo uYise ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumtyhilela.

Umatewu 11

Umatewu 11:23-30