48. apho ‘kumpethu ingafiyo, kumlilo ungacimiyo.’
49. “Umntu ngamnye uya kugalelwa umlilo ngokungathi yityiwa.
50. Ityiwa ilungile, kodwa ukuba ithe ayaba nasongo noyithini na ukuyibuyisela isongo sayo? Yibani nesongo setyiwa phakathi kwenu, nihlale ninoxolo omnye nomnye.”