Umarko 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emkile apho, uYesu waya kwelakwaJuda naphesheya kweJordan. Kwabuya ke kwahlanganisana izihlwele ngakuye, waza wathi ngokwesiqhelo sakhe wazifundisa.

Umarko 10

Umarko 10:1-4