Umarko 9:20 Ibhayibhile (XHO96)

Bamsa ke. Loo ndimoni, yakumbona uYesu, yesuka kwangoko yamhlasela watsho waxhuzula unyana lowo, wawa emhlabeni, wamana eqika-qikeka, elephuza amagwebu.

Umarko 9

Umarko 9:17-28