Umarko 9:19 Ibhayibhile (XHO96)

UYesu waphendula wathi kubo: “Sizukulwanandini esingakholwayo, koda kube nini na ndinani? Koda kube nini na ndininyamezela? Mziseni kum!”

Umarko 9

Umarko 9:9-27