Umarko 5:40 Ibhayibhile (XHO96)

Basuka bamwa ngentsini. Wabakhuphela phandle ke bonke, wathatha uyise womntwana nonina, nâbo bafundi babenaye, wangena apho wayekhona umntwana.

Umarko 5

Umarko 5:37-43