Umarko 4:39 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuka ke, wawukhalimela umoya, wathi kulo ulwandle: “Yithi cwaka, uzole.” Wadamba umoya, kwabakho ukuzola okukhulu.

Umarko 4

Umarko 4:37-41