Umarko 15:40 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakukho nabafazi, bekhangele bemgama. Kubo apho kwakukho uMariya waseMagadala, noMariya unina kaYakobi omncinci noYose, ekho noSalomi.

Umarko 15

Umarko 15:36-47