Umarko 15:39 Ibhayibhile (XHO96)

Ekubonile ukufa kukaYesu, umphathi-butho wamajoni, owayemi malunga naye, wathi: “Inyaniso, lo mntu ebenguNyana kaThixo.”

Umarko 15

Umarko 15:32-45