Umarko 14:21 Ibhayibhile (XHO96)

Okunene *uNyana woLuntu uyemka, njengoko zitshoyo ngaye *iziBhalo; kodwa hayi loo mntu angcatshwa nguye uNyana woLuntu! Ngekumlungele ukuba ebengazalwanga.”

Umarko 14

Umarko 14:18-31