Umarko 14:20 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula ke wathi kubo: “Iya kuba ngomnye kubafundi abalishumi elinambini, lowo usithi nkxu kunye nam isonka esityeni.

Umarko 14

Umarko 14:11-30