Umarko 14:18 Ibhayibhile (XHO96)

Bakuba behleli besitya, uYesu wathi kubo: “Ndithi kuni, inene, omnye kuni apha, nina nityayo kunye nam, uya kundingcatsha.”

Umarko 14

Umarko 14:17-25