Umarko 13:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Zilumkeleni ke okwenu. Baya kuninikela ezinkundleni, nikatswe *ezindlwini zesikhungo, nimiswe phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, ningqine kubo.

Umarko 13

Umarko 13:7-14