Umarko 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nokumkani avukelane nokumkani; kuya kubakho iinyikima zomhlaba kwiindawo ngeendawo, kubekho neendlala. Kunjengokuqala kwenimba ke oko.

Umarko 13

Umarko 13:7-16