Umarko 11:28 Ibhayibhile (XHO96)

Bona bambuza besithi: “Ezi zinto uzenza ngagunya lini na? Ingubani na kakade okunike elo gunya lokwenza ezi zinto?”

Umarko 11

Umarko 11:23-33