Bafika ke eJerusalem kwakhona, kwaza kwathi, uYesu ehamba-hamba *endlwini kaThixo kwafika kuye ababingeleli abaziintloko nabachazi-mthetho namadoda amakhulu.