Umalaki 3:18 Ibhayibhile (XHO96)

Nobuya ke niwubone umahluko phakathi kwelungisa nesikhohlakali, nditsho phakathi komkhonzayo uThixo nalowo ungamkhonziyo.”

Umalaki 3

Umalaki 3:12-18