Umalaki 3:17 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Ngaloo mini ndikwenzayo oku bona baya kuba ngabantu bam abaxabisekileyo. Ndiya kuba nobubele kubo oku koyise onobubele kunyana wakhe osebenzisana kunye naye.

Umalaki 3

Umalaki 3:7-18