Umalaki 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nani ke niya kuyibona ngawenu amehlo le nto, nitsho nithi: ‘Hayi ke kambe ubungangamsha bukaNdikhoyo! Bufikelela nangaphaya kwemida yakwaSirayeli!’ ”

Umalaki 1

Umalaki 1:3-8