Uluka 19:47 Ibhayibhile (XHO96)

Imihla ngemihla wayefundisa endlwini kaThixo apho. Ke ababingeleli abaziintloko, nabachazi-mthetho, kwaneenkokheli zabantu, babefuna ukumbulala;

Uluka 19

Uluka 19:44-48