Uluka 17:31 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaloo mhla makangathi ophezu kwendlu ehle aye kuzithatha iimpahla zakhe ezisendlwini. Kwangokunjalo nosemasimini makangabuyeli kokushiyekileyo.

Uluka 17

Uluka 17:28-37