Uluka 16:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYesu wathi kubafundi bakhe: “Kwakukho sityebi sithile esasinegosa, elathi lona lamangalelwa kuso ngokuyichitha impahla yaso.

Uluka 16

Uluka 16:1-2