Uluka 10:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ze ningaphathi ngxowa yamali, nangxowa yamphako, nazihlangu. Ze ningalityaziswa yimibuliso endleleni.

Uluka 10

Uluka 10:1-11