Uluka 1:22 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke akuphuma engasenako ukuthetha, baqonda ukuba ubone umbono apho endaweni engcwele. Wathi, ekhohliwe kukuthetha, wamana enqwala.

Uluka 1

Uluka 1:16-32