Ujona 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Abo bantu baseNiniva balwamkela olo daba lukaThixo. Ngoko ke bamisela inzila, baza bonke abantu, kuqalela komdala kuye komncinane, bavatha ezenzila.

Ujona 3

Ujona 3:1-10