Ujona 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJona waluqala uhambo lwakhe kweso sixeko. Akuba ehambe imini yonke wadanduluka wathi: “Yoba ziintsuku ezimashumi mane kuphela, itshatyalaliswe iNiniva.”

Ujona 3

Ujona 3:3-10