Ujeremiya 38:26-28 Ibhayibhile (XHO96)

26. uze uthi: ‘Bendiye kucenga ukumkani ukuba angandibuyiseli kulaa ndlu kaJonatan, kuba ndoyika ukufela khona.’ ”

27. Zaya kuJeremiya zonke iziphathamandla, zafika zambuza ngencoko yakhe nokumkani. Wazixelela konke athe ukumkani aze azixelele kona. Azibanga nakumphikisa kuba yayingavelwanga bani incoko yakhe nokumkani.

28. Wahlala apho uJeremiya kuloo nkundla yabalindi kwada kwafika umhla wokuthinjwa kweJerusalem.Ukuthinjwa kweJerusalem kwahamba ngolu hlobo:

Ujeremiya 38