Ujeremiya 37:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wayalela ke ukumkani uZedekiya ukuba uJeremiya makagcinwe enkundleni yabalindi, anikwe iqhekeza lesonka kude kuphele ukutya esixekweni. Kwaba njalo ke ukuhlala kukaJeremiya kwinkundla yabalindi.

Ujeremiya 37

Ujeremiya 37:12-21