Uisaya 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

mna ndiza kubazisela irhuluneli yaseAsiriya kunye nemikhosi yayo, imhlasele uJuda. Ukugaleleka kwayo iya kuba ngathi kukuzalisa nokutyekeza komlambo omkhulu iEfrati.

Uisaya 8

Uisaya 8:1-12