Uisaya 65:8 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uyathetha, uthi:“Idiliya entle ayitshatyalaliswa kunye naleyo yonakeleyo, koko ngayo kwenziwa iwayini.Nam ke ngenxa yazo izicaka zam andiyi kubatshabalalisa bonke.

Uisaya 65

Uisaya 65:6-10