Uisaya 65:20 Ibhayibhile (XHO96)

“Nokufa kweentsana kuya kunqamka;abantu bokhula bade bakhokhobe.Umntu ofe enekhulu leminyakauya kunconywa ngokuf' emncinci;kanti ke ongafikelelanga ekhulwiniyena kothiwa wambethwe lishwangusha.

Uisaya 65

Uisaya 65:18-25