Uisaya 65:19 Ibhayibhile (XHO96)

Nam ndoba nemincili ngenxa yeJerusalem,ndithatheke ndidlokove ngabantu bam.Khona soze sibe saviwa isijwili;ukufixiza nesilokozi ziya kuphela tu.

Uisaya 65

Uisaya 65:16-25