Uisaya 60:19 Ibhayibhile (XHO96)

Emini awusayi kukhanyiselwa lilanga;ebusuku alisayi kubakho ilitha lenyanga;koko wokhanyiselwa bubungangamsha bam;mna Ndikhoyo ndokukhanyisela ngonaphakade.

Uisaya 60

Uisaya 60:15-22