Uisaya 60:20 Ibhayibhile (XHO96)

Awusayi kuphinda utshonelwe langa,nenyanga ayisayi kubuya iphele;uNdikhoyo wokukhanyisela nanini-nanini,ingaze ibuye ibekho imihla yesingqala.

Uisaya 60

Uisaya 60:12-22