Uisaya 53:6 Ibhayibhile (XHO96)

Sonke salahleka njengeegusha,elowo wabhadula ngeyakhe indlela;ke yena uNdikhoyo wamwisela ngobugwenxa bethu sonke.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-12