Uisaya 53:5 Ibhayibhile (XHO96)

Phofu ke ungxwelerhwe ngenxa yokukreqa kwethu;ewe, ubulewe ngenxa yobugwenxa bethu.Ukohlwaywa kwakhe kusiphathele uxolo;thina sinyangwe ngamanxeba akhe.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-10