Uhosiya 6:10-11 Ibhayibhile (XHO96)

10. Kwindlu kaSirayeli ndibone into enkwantyisayo;kulapho ahenyuza khona uEfrayim.Awu, yeka ukuxabheleka kukaSirayeli!

11. Nakuwe kambe, ndlundini kaJuda, uyeza umhla wesivuno.“Ndakuba ndizimisele ukubabuyisela kundalashe abantu bam,

Uhosiya 6