Kwindlu kaSirayeli ndibone into enkwantyisayo;kulapho ahenyuza khona uEfrayim.Awu, yeka ukuxabheleka kukaSirayeli!