Uhosiya 12:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UEfrayim walusana nomoya;usukelana nolophu lwasempuma;imini yonke wandisa ubuxoki nobubhoja.Yena unqophisana neAsiriya;nango amafutha omnquma ewasa eJiputa.

2. *UNdikhoyo umangalela uJuda;uYakobi womohlwaya ngezono zakhe,ambuyekeze ngezinto azenzileyo.

Uhosiya 12