UEfrayim walusana nomoya;usukelana nolophu lwasempuma;imini yonke wandisa ubuxoki nobubhoja.Yena unqophisana neAsiriya;nango amafutha omnquma ewasa eJiputa.