Ngani ukuba nimphathe kanj' uNdikhoyo,zidengendini zabantu ezingaqiqiyo?Kaloku yena nguYihlo noMdali wenu;nguye owanenzayo waza wanibonelela.