Uhlaziyo-Mnqophiso 28:68 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uya kukubuyisela eJiputa ngeenqanawa, nangona nje ndandithe soze uphinde ubuyele khona. Apho ke uya kuzama ukuzithengisa kwiintshaba zakho, kodwa ke akukho bani uya kuze akuthenge.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 28

Uhlaziyo-Mnqophiso 28:59-68