28. “Ukuba indoda ibhaqwe idlwengula intombi engendiyo,
29. loo ndoda mayikhuphe ikhazi eliziisiliva ezimashumi mahlanu, iyithathe loo ntombi ibe ngumkayo. Kaloku izithathele isondo ngenkani; ngoko ke mayingaze yahlukane nayo nanini na.
30. “Makungaze kubekho nyana uzeka umka-yise; ngokwenjenjalo uya kuba uhlazisa uyise.”