Uhlaziyo-Mnqophiso 21:23 Ibhayibhile (XHO96)

makungade kuse isaxhonyiwe. Mayithulwe ingcwatywe kwangaloo mini; kaloku umntu oxhonywe emthini uqalekisiwe nguThixo. Ngoko ke mawungcwatywe umzimba, khon' ukuze *ungagqwaliseki umhlaba owuphiwe *nguNdikhoyo uThixo wakho.

Uhlaziyo-Mnqophiso 21

Uhlaziyo-Mnqophiso 21:18-23